Isaya 58:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kanti babefuna mna imihla ngemihla, beyoliswa kukwazi iindlela zam,+ njengohlanga oluqhube ubulungisa nolungakushiyanga okusesikweni kukaThixo wabo,+ ekubeni baqhubeka becela kum imigwebo yobulungisa, besondela kuThixo ababeyoliswa nguye,+
2 Kanti babefuna mna imihla ngemihla, beyoliswa kukwazi iindlela zam,+ njengohlanga oluqhube ubulungisa nolungakushiyanga okusesikweni kukaThixo wabo,+ ekubeni baqhubeka becela kum imigwebo yobulungisa, besondela kuThixo ababeyoliswa nguye,+