INdumiso 83:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ukuze abantu bazi+ ukuba wena, ogama linguYehova,+Nguwe wedwa Oyena Uphakamileyo+ phezu komhlaba wonke.+ INdumiso 97:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba wena, Yehova, ungOyena Uphakamileyo phezu komhlaba wonke;+Uphakame kakhulu ekunyukeni kwakho ngaphezu kwabo bonke abanye oothixo.+ INdumiso 138:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba uYehova uphakamile, ukanti uyambona othobekileyo;+Kodwa ophakamileyo umazela mgama kuphela.+ Isaya 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Noko ke, ngonyaka wokufa kukaKumkani u-Uziya,+ ndambona uYehova,+ ehleli etroneni+ ephakamileyo nenyukileyo, imibhinqo yakhe izalise itempile.+
18 Ukuze abantu bazi+ ukuba wena, ogama linguYehova,+Nguwe wedwa Oyena Uphakamileyo+ phezu komhlaba wonke.+
9 Kuba wena, Yehova, ungOyena Uphakamileyo phezu komhlaba wonke;+Uphakame kakhulu ekunyukeni kwakho ngaphezu kwabo bonke abanye oothixo.+
6 Noko ke, ngonyaka wokufa kukaKumkani u-Uziya,+ ndambona uYehova,+ ehleli etroneni+ ephakamileyo nenyukileyo, imibhinqo yakhe izalise itempile.+