Isaya 12:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yaye ngaloo mini+ ngokuqinisekileyo uya kuthi: “Ndiya kukubulela, Yehova, kuba nangona ubundiqumbele, umsindo wakho uye wabuya,+ waqala ukundithuthuzela.+ Isaya 61:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ukubhengeza unyaka wenkoliseko kaYehova+ nomhla wempindezelo kaThixo wethu;+ ukuthuthuzela bonke abazilileyo;+
12 Yaye ngaloo mini+ ngokuqinisekileyo uya kuthi: “Ndiya kukubulela, Yehova, kuba nangona ubundiqumbele, umsindo wakho uye wabuya,+ waqala ukundithuthuzela.+
2 ukubhengeza unyaka wenkoliseko kaYehova+ nomhla wempindezelo kaThixo wethu;+ ukuthuthuzela bonke abazilileyo;+