IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 48:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Owu ukuba nje kuphela okunene ubunganikela ingqalelo kwimiyalelo yam!+ Ngoko uxolo lwakho beluya kuba njengomlambo,+ nobulungisa bakho njengamaza olwandle.+

  • Luka 2:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 “Uzuko kwiindawo eziphakamileyo+ phezulu kuThixo, uxolo+ emhlabeni phakathi kwabantu abakholekileyo.”+

  • IZenzo 10:36
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 36 Wathumela ilizwi+ koonyana bakaSirayeli ukuvakalisa kubo iindaba ezilungileyo zoxolo+ ngoYesu Kristu: Yena uyiNkosi yabo bonke abanye.+

  • 2 Korinte 5:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ngoko ke singoonozakuzaku+ abasendaweni kaKristu,+ ngokungathi uThixo ebesenza isibongozo ngathi.+ Njengabasendaweni kaKristu siyabongoza sisithi:+ “Yibani ngabaxolelanisiweyo noThixo.”

  • Efese 2:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Yaye weza wavakalisa iindaba ezilungileyo zoxolo+ kuni, nina enikude, noxolo kwabo bakufuphi,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share