IMizekeliso 13:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ukukhanya kwamalungisa kuya kuba nemihlali;+ kodwa isibane sabangendawo—siya kucinywa.+ Isaya 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yeha ke kulowo ungendawo!—Uya kufikelwa yintlekele; kuba indlela aphethe ngayo uya kuphathwa kwangayo!+
11 Yeha ke kulowo ungendawo!—Uya kufikelwa yintlekele; kuba indlela aphethe ngayo uya kuphathwa kwangayo!+