Yeremiya 34:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ilizwi elafika kuYeremiya livela kuYehova emva kokuba uKumkani uZedekiya enze umnqophiso nabo bonke abantu ababeseYerusalem ukuvakalisa kubo inkululeko,+ Hezekile 18:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 kungekho nto ayinikela ngenzala+ yaye engabizi nzuzo inkulu;+ esibuyisa isandla sakhe kokungekho sikweni;+ ephumeza okusesikweni kokwenyaniso phakathi komntu nomntu;+
8 Ilizwi elafika kuYeremiya livela kuYehova emva kokuba uKumkani uZedekiya enze umnqophiso nabo bonke abantu ababeseYerusalem ukuvakalisa kubo inkululeko,+
8 kungekho nto ayinikela ngenzala+ yaye engabizi nzuzo inkulu;+ esibuyisa isandla sakhe kokungekho sikweni;+ ephumeza okusesikweni kokwenyaniso phakathi komntu nomntu;+