INdumiso 85:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngaphambi kwakhe kuya kuhamba ubulungisa,+Benze indlela ngokunyathela kwakhe.+ IZenzo 10:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 kodwa kwiintlanga zonke umntu omoyikayo aze asebenze ubulungisa wamkelekile kuye.+