IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 15:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 “Ukuba omnye wabazalwana bakho uthe wahlwempuzeka kwesinye sezixeko zakho, ezweni lakho akunika lona uYehova uThixo wakho, uze ungayenzi lukhuni intliziyo yakho okanye ube ligqolo ngakumzalwana wakho ohlwempuzekileyo.+

  • INdumiso 41:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 41 Unoyolo nabani na onikela ingqalelo kwisisweli;+

      Ngomhla wentlekele uYehova uya kumsindisa.+

  • IMizekeliso 28:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Opha osweleyo akayi kuswela,+ kodwa ofihla amehlo akhe uya kufumana iziqalekiso ezininzi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share