INdumiso 62:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Musa ukukholosa ngenkqatho,+Yaye ungabi lilize ngokuphanga kodwa.+Ukuba kunokwenzeka ubuncwane buchume, musa ukubeka intliziyo yakho kubo.+ Isaya 30:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko ke utsho Lowo Ungcwele kaSirayeli ukuthi: “Ngenxa yokuligatya kwenu eli lizwi,+ yaye ekubeni nikholose ngokuqhatha nangokutenxa kwaye nizixhasa ngako,+
10 Musa ukukholosa ngenkqatho,+Yaye ungabi lilize ngokuphanga kodwa.+Ukuba kunokwenzeka ubuncwane buchume, musa ukubeka intliziyo yakho kubo.+
12 Ngoko ke utsho Lowo Ungcwele kaSirayeli ukuthi: “Ngenxa yokuligatya kwenu eli lizwi,+ yaye ekubeni nikholose ngokuqhatha nangokutenxa kwaye nizixhasa ngako,+