Isaya 11:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwaye umoya kaYehova umele uhlale phezu kwalo,+ umoya wobulumko+ nowokuqonda,+ umoya wecebo nowamandla,+ umoya wokwazi+ nowokoyika uYehova;+ Yohane 1:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Nam ndandingamazi, kodwa Lowo wandithumayo+ ukubhaptiza emanzini wathi kum, ‘Othe wambona kusihla umoya phezu kwakhe, nguye obhaptizela kumoya oyingcwele.’+
2 Kwaye umoya kaYehova umele uhlale phezu kwalo,+ umoya wobulumko+ nowokuqonda,+ umoya wecebo nowamandla,+ umoya wokwazi+ nowokoyika uYehova;+
33 Nam ndandingamazi, kodwa Lowo wandithumayo+ ukubhaptiza emanzini wathi kum, ‘Othe wambona kusihla umoya phezu kwakhe, nguye obhaptizela kumoya oyingcwele.’+