Isaya 51:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Vuka, vuka, sukuma Yerusalem,+ wena uyiseleyo esandleni sikaYehova indebe yomsindo wakhe.+ Usele indebe engenamqheba, indebe ebangela ukuhexa, uyifincile.+ Isaya 52:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Vuka, vuka, yambatha amandla akho,+ Ziyon! Yambatha izambatho zakho ezintle,+ Yerusalem, isixeko esingcwele!+ Kuba akuyi kuba saphinda kufike kwakhona kuwe lowo ungalukanga nongahlambulukanga.+ Isaya 58:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 58 “Memeza uvule umqala; ungathinteleki.+ Phakamisa ilizwi lakho kanye njengesigodlo, uze uxelele abantu bam imvukelo yabo,+ nendlu kaYakobi izono zayo.
17 “Vuka, vuka, sukuma Yerusalem,+ wena uyiseleyo esandleni sikaYehova indebe yomsindo wakhe.+ Usele indebe engenamqheba, indebe ebangela ukuhexa, uyifincile.+
52 Vuka, vuka, yambatha amandla akho,+ Ziyon! Yambatha izambatho zakho ezintle,+ Yerusalem, isixeko esingcwele!+ Kuba akuyi kuba saphinda kufike kwakhona kuwe lowo ungalukanga nongahlambulukanga.+
58 “Memeza uvule umqala; ungathinteleki.+ Phakamisa ilizwi lakho kanye njengesigodlo, uze uxelele abantu bam imvukelo yabo,+ nendlu kaYakobi izono zayo.