Isaya 52:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 52 Vuka, vuka, yambatha amandla akho,+ Ziyon! Yambatha izambatho zakho ezintle,+ Yerusalem, isixeko esingcwele!+ Kuba akuyi kuba saphinda kufike kwakhona kuwe lowo ungalukanga nongahlambulukanga.+ Isaya 60:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 60 “Sukuma,+ mfazi, ukhanyise,+ kuba kufikile+ ukukhanya kwakho, nobuqaqawuli bukaYehova bukhanyisile phezu kwakho.+
52 Vuka, vuka, yambatha amandla akho,+ Ziyon! Yambatha izambatho zakho ezintle,+ Yerusalem, isixeko esingcwele!+ Kuba akuyi kuba saphinda kufike kwakhona kuwe lowo ungalukanga nongahlambulukanga.+
60 “Sukuma,+ mfazi, ukhanyise,+ kuba kufikile+ ukukhanya kwakho, nobuqaqawuli bukaYehova bukhanyisile phezu kwakho.+