INdumiso 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoku ke, bokumkani, sebenzisani ingqiqo;Zivumeleni nilungiswe, bagwebi bomhlaba.+ Isaya 49:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Nookumkani bamele babe ngabanyamekeli bakho,+ amakhosazana abo abe ziimpelesi zakho. Baya kuqubuda kuwe ubuso bubheke emhlabeni,+ bakhothe uthuli lweenyawo zakho;+ yaye kuya kufuneka wazi ukuba ndinguYehova, lowo bangayi kuba neentloni abathembele ngaye.”+
23 Nookumkani bamele babe ngabanyamekeli bakho,+ amakhosazana abo abe ziimpelesi zakho. Baya kuqubuda kuwe ubuso bubheke emhlabeni,+ bakhothe uthuli lweenyawo zakho;+ yaye kuya kufuneka wazi ukuba ndinguYehova, lowo bangayi kuba neentloni abathembele ngaye.”+