IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 19:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Waza uYehova wanisa isalfure nomlilo ovela kuYehova, emazulwini, phezu kweSodom naphezu kweGomora.+

  • Duteronomi 29:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 isalfure netyuwa,+ nokutsha,+ ilizwe liphela lingahlwayelwa, lingahlumi nto, lingantshuli tyani, njengokubhuqwa kweSodom neGomora,+ iAdima+ neTsebhoyim,+ awazibhukuqayo uYehova ngomsindo wakhe nangengqumbo yakhe;+

  • Amosi 4:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 “‘Ndanibhukuqa, njengokubhukuqa kukaThixo iSodom neGomora.+ Yaye naba njengesikhuni esixhwilwe emlilweni;+ kodwa anibuyelanga kum,’+ utsho uYehova.

  • Roma 9:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Kunjengokuba kanye uIsaya wayetshilo kwixesha langaphambili ukuthi: “Ngaphandle kokuba uYehova wemikhosi+ asishiyele imbewu, ngesasibe njengeSodom kanye, yaye ngesasenziwe saba njengeGomora kanye.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share