21 Yaye ngokuqinisekileyo uya kuthi entliziyweni yakho, ‘Ngubani na ondizalele aba, ekubeni ndingumfazi ohluthwe abantwana noludlolo, oye ekuthinjweni nothatyathwe walibanjwa?+ Bona ke aba, ngubani na obakhulisileyo?+ Khangela! Mna bendisele ndedwa.+ Aba—bebephi na?’”+