Isaya 49:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Khangela! Ndiya kusiphakamisela ezintlangeni isandla sam,+ nakwizizwana ndiya kuphakamisa umqondiso.+ Kwaye ziya kubazisa esifubeni oonyana bakho, neentombi zakho ziya kuzithwala emagxeni.+
22 Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Khangela! Ndiya kusiphakamisela ezintlangeni isandla sam,+ nakwizizwana ndiya kuphakamisa umqondiso.+ Kwaye ziya kubazisa esifubeni oonyana bakho, neentombi zakho ziya kuzithwala emagxeni.+