IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Kronike 20:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Bavuka ekuseni kusasa baza baphuma baya entlango+ yaseTekowa.+ Yaye njengoko babephuma, uYehoshafati wema waza wathi: “Ndiveni, maYuda nani bemi baseYerusalem!+ Kholwani+ kuYehova uThixo wenu ukuze nihlale ixesha elide. Kholwani kubaprofeti+ bakhe ukuze niphumelele.”

  • Nehemiya 9:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Yaye bona—ebudeni bobukumkani+ babo nakwizinto zakho ezilungileyo ezininzi+ owabanika zona kwilizwe elibanzi nelityebileyo+ owalenza lafumaneka kubo, abazange bakukhonze+ kwaye abazange bajike kuqheliselo lwabo olubi.+

  • Hebhere 11:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngaphezu koko, ngaphandle kokholo+ akunakwenzeka ukumkholisa kakuhle,+ kuba lowo uzayo kuThixo umele akholwe ukuba ukho+ nokuba ungumvuzi+ wabo bamfuna ngenyameko.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share