INdumiso 46:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 UYehova wemikhosi unathi;+UTHIXO kaYakobi uyindawo ephakamileyo enqabisekileyo kuthi.+ Seʹlah. INdumiso 132:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Indlela awafunga ngayo kuYehova,+Indlela awabhambathisa ngayo kuLowo unaMandla+ kaYakobi wathi:+ Isaya 30:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Niya kuba nengoma+ enjalo ngobusuku ubani azingcwalisele umthendeleko,+ nemihlali yentliziyo enjengeyalowo uhamba enembande+ ukuya kungena entabeni kaYehova,+ kwiLiwa lakwaSirayeli.+ Isaya 49:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Yaye ndiya kubenza abo bakudlakazelisayo badle inyama yabo; baya kunxila ligazi labo ngokungathi yiwayini enencasa. Kwaye yonke inyama kuya kufuneka yazi ukuba mna, Yehova,+ ndinguMsindisi wakho+ noMhlawuleli wakho,+ Lowo unaMandla kaYakobi.”+
29 Niya kuba nengoma+ enjalo ngobusuku ubani azingcwalisele umthendeleko,+ nemihlali yentliziyo enjengeyalowo uhamba enembande+ ukuya kungena entabeni kaYehova,+ kwiLiwa lakwaSirayeli.+
26 Yaye ndiya kubenza abo bakudlakazelisayo badle inyama yabo; baya kunxila ligazi labo ngokungathi yiwayini enencasa. Kwaye yonke inyama kuya kufuneka yazi ukuba mna, Yehova,+ ndinguMsindisi wakho+ noMhlawuleli wakho,+ Lowo unaMandla kaYakobi.”+