IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 102:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ukuze akuve ukuncwina kwebanjwa,+

      Abakhulule abo bamiselwe ukuba bafe;+

  • Yeremiya 34:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ilizwi elafika kuYeremiya livela kuYehova emva kokuba uKumkani uZedekiya enze umnqophiso nabo bonke abantu ababeseYerusalem ukuvakalisa kubo inkululeko,+

  • Roma 8:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 lokuba nayo indalo ngokwayo+ iya kukhululwa+ ekukhotyokisweni kukonakala ize ibe nenkululeko ezukileyo yabantwana bakaThixo.

  • Galati 4:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Ke kaloku uHagare lo uthetha iSinayi,+ intaba ekwelaseArabhiya, yaye ufanekisela iYerusalem yanamhlanje, kuba isebukhobokeni+ kunye nabantwana bayo.

  • Hebhere 2:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 aze abakhulule+ bonke abo bebengamakhoboka okoyika ukufa+ ubomi babo bonke.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share