INdumiso 16:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Uya kundibangela ndiwubone umendo wobomi.+Ebusweni bakho ndiba nemihlali ngokwaneleyo;+Kwisandla sakho sasekunene kukho ubumnandi ngonaphakade.+ Isaya 35:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kwaye bona kanye abo bakhululweyo nguYehova baya kubuya baze+ ngokuqinisekileyo beze eZiyon ngentswahla yovuyo;+ nemihlali iya kuba phezu kwentloko yabo ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Baya kugcoba babe nemihlali, intlungu nokuncwina kusabe kubo.+
11 Uya kundibangela ndiwubone umendo wobomi.+Ebusweni bakho ndiba nemihlali ngokwaneleyo;+Kwisandla sakho sasekunene kukho ubumnandi ngonaphakade.+
10 Kwaye bona kanye abo bakhululweyo nguYehova baya kubuya baze+ ngokuqinisekileyo beze eZiyon ngentswahla yovuyo;+ nemihlali iya kuba phezu kwentloko yabo ukusa kwixesha elingenammiselo.+ Baya kugcoba babe nemihlali, intlungu nokuncwina kusabe kubo.+