INdumiso 102:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Uya kusukuma, uya kuba nenceba kuyo iZiyon,+Kuba lixesha lokuba ube nobabalo kuyo,Kuba ixesha elimisiweyo lifikile.+ Isaya 43:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Lonke ixesha eli ikwaNdim;+ yaye akukho bani uhlangulayo esandleni sam.+ Ndiya kusebenza,+ kwaye ngubani na onokukubuyisa oko?”+
13 Uya kusukuma, uya kuba nenceba kuyo iZiyon,+Kuba lixesha lokuba ube nobabalo kuyo,Kuba ixesha elimisiweyo lifikile.+
13 Lonke ixesha eli ikwaNdim;+ yaye akukho bani uhlangulayo esandleni sam.+ Ndiya kusebenza,+ kwaye ngubani na onokukubuyisa oko?”+