IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 32:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  4 NguLiwa, ugqibelele umsebenzi wakhe,+

      Ngokuba zonke iindlela zakhe zisesikweni.+

      NguThixo wentembeko,+ tu ubugqwetha;+

      Lilungisa yaye uthe tye yena.+

  • INdumiso 64:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Yaye bonke abantu basemhlabeni baya koyika;+

      Ibe baya kuxela umsebenzi kaThixo,+

      Kwaye ngokuqinisekileyo baya kuyiqonda imisebenzi yakhe.+

  • Isaya 41:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Ngubani na osebenzileyo+ wakwenza oku, ebiza izizukulwana ukususela ekuqaleni?+

      “Ndim, mna Yehova, owokuQala;+ nakwabokugqibela ndikwanguye.”+

  • Daniyeli 4:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto xa bethelekiswa naye,+ yaye wenza ngokokuthanda kwakhe kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba.+ Akukho namnye unokusithintela isandla sakhe+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share