IMizekeliso 4:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kodwa umendo wamalungisa unjengokukhanya okuqaqambileyo okuya kukhanya ngokukhanya de kube semini emaqanda.+ Isaya 1:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ndiya kukubuyisela abagwebi kwakhona njengasekuqaleni, nabacebisi bakho njengakuqala.+ Emva koko uya kubizwa ngokuba usisiXeko Sobulungisa, iDolophu Ethembekileyo.+
18 Kodwa umendo wamalungisa unjengokukhanya okuqaqambileyo okuya kukhanya ngokukhanya de kube semini emaqanda.+
26 Ndiya kukubuyisela abagwebi kwakhona njengasekuqaleni, nabacebisi bakho njengakuqala.+ Emva koko uya kubizwa ngokuba usisiXeko Sobulungisa, iDolophu Ethembekileyo.+