2 Kronike 36:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Wayitshisa indlu kaTHIXO oyinyaniso+ wadiliza iindonga+ zeYerusalem; nazo zonke iinqaba zayo zokuhlala bazitshisa ngomlilo kwaneempahla zayo ezinqwenelekayo,+ ukuze bayonakalise.+ Isaya 64:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Indlu yethu yobungcwele nobuhle,+ ababekudumisela kuyo ookhokho bethu,+ iye yaba yinto yokutshiswa ngomlilo;+ yaye zonke izinto zethu ezinqwenelekayo+ zibe yimpanziso. IZililo 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Utshaba lolulele isandla salo kuzo zonke izinto zayo ezinqwenelekayo.+Kuba izibonile iintlanga ezingene engcweleni yayo,+Owawuyalele ukuba zingangeni ebandleni lakho.
19 Wayitshisa indlu kaTHIXO oyinyaniso+ wadiliza iindonga+ zeYerusalem; nazo zonke iinqaba zayo zokuhlala bazitshisa ngomlilo kwaneempahla zayo ezinqwenelekayo,+ ukuze bayonakalise.+
11 Indlu yethu yobungcwele nobuhle,+ ababekudumisela kuyo ookhokho bethu,+ iye yaba yinto yokutshiswa ngomlilo;+ yaye zonke izinto zethu ezinqwenelekayo+ zibe yimpanziso.
10 Utshaba lolulele isandla salo kuzo zonke izinto zayo ezinqwenelekayo.+Kuba izibonile iintlanga ezingene engcweleni yayo,+Owawuyalele ukuba zingangeni ebandleni lakho.