Roma 1:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 kuba kuzo kutyhilwa ubulungisa bukaThixo+ ngenxa yokholo+ kuse elukholweni, kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa: “Kodwa lowo ulilungisa—uya kuphila ngokholo.”+ Roma 4:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye wafumana umqondiso,+ oko kukuthi, ulwaluko, njengetywina lobulungisa ngokholo awayenalo ngoxa wayengalukanga, ukuze abe nguyise+ wabo bonke abo banokholo+ ngoxa bengalukanga, ukuze babalelwe ebulungiseni; Filipi 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ndize ndifunyanwe ndimanyene naye, ndingenabulungisa bubobam, buphuma emthethweni,+ kodwa ndinobo bungokokholo+ kuKristu, bulungisa obo obuphuma kuThixo ngokholo,+
17 kuba kuzo kutyhilwa ubulungisa bukaThixo+ ngenxa yokholo+ kuse elukholweni, kanye njengoko kubhaliwe kwathiwa: “Kodwa lowo ulilungisa—uya kuphila ngokholo.”+
11 Yaye wafumana umqondiso,+ oko kukuthi, ulwaluko, njengetywina lobulungisa ngokholo awayenalo ngoxa wayengalukanga, ukuze abe nguyise+ wabo bonke abo banokholo+ ngoxa bengalukanga, ukuze babalelwe ebulungiseni;
9 ndize ndifunyanwe ndimanyene naye, ndingenabulungisa bubobam, buphuma emthethweni,+ kodwa ndinobo bungokokholo+ kuKristu, bulungisa obo obuphuma kuThixo ngokholo,+