INdumiso 101:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Nabani na onyelisa iqabane lakhe emfihlekweni,+Yena ndiyamthulisa.+Nabani na onamehlo anekratshi nonentliziyo ekhukhumeleyo,+Yena andinakumnyamezela.+ IMizekeliso 16:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Wonk’ ubani onekratshi entliziyweni uyinto ecekisekayo kuYehova.+ Isandla singabambana nesandla, kanti ubani akanakukhululeka esohlwayweni.+ Luka 18:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ndithi kuni, Lo mntu wehla ukuya ekhayeni lakhe engqineke elilungisa ngakumbi+ kunalowa umntu; kuba wonk’ ubani oziphakamisayo uya kuthotywa, kodwa lowo uzithobayo uya kuphakanyiswa.”+
5 Nabani na onyelisa iqabane lakhe emfihlekweni,+Yena ndiyamthulisa.+Nabani na onamehlo anekratshi nonentliziyo ekhukhumeleyo,+Yena andinakumnyamezela.+
5 Wonk’ ubani onekratshi entliziyweni uyinto ecekisekayo kuYehova.+ Isandla singabambana nesandla, kanti ubani akanakukhululeka esohlwayweni.+
14 Ndithi kuni, Lo mntu wehla ukuya ekhayeni lakhe engqineke elilungisa ngakumbi+ kunalowa umntu; kuba wonk’ ubani oziphakamisayo uya kuthotywa, kodwa lowo uzithobayo uya kuphakanyiswa.”+