IMizekeliso 15:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Indlu yabaziphakamisileyo uYehova uyayichitha,+ kodwa uya kuwuzinzisa umda womhlolokazi.+ Isaya 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yeha ke kulowo ungendawo!—Uya kufikelwa yintlekele; kuba indlela aphethe ngayo uya kuphathwa kwangayo!+ Roma 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 noko ke, kwabo banosukuzwano+ nabangayithobeliyo inyaniso+ kodwa bethobela intswela-bulungisa kuya kubakho ingqumbo nomsindo,+
11 Yeha ke kulowo ungendawo!—Uya kufikelwa yintlekele; kuba indlela aphethe ngayo uya kuphathwa kwangayo!+
8 noko ke, kwabo banosukuzwano+ nabangayithobeliyo inyaniso+ kodwa bethobela intswela-bulungisa kuya kubakho ingqumbo nomsindo,+