Genesis 35:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ilizwe endalinika uAbraham noIsake, ndolinika wena, ndilinike imbewu yakho+ emva kwakho elo lizwe.”+ Isaya 60:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ke bona abantu bakho, bonke baya kuba ngamalungisa;+ baya kulidla ilifa ilizwe ukusa kwixesha elingenammiselo,+ ihlumelo loko kutyalwe ndim,+ umsebenzi wezandla zam,+ ukuze mna ndihombe.+ Hezekile 36:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Yaye nina, zintaba zakwaSirayeli, niya kuvelisa amasebe nize nithwalele abantu bam uSirayeli isiqhamo senu,+ kuba basondelela ukungena.+ Obhadiya 17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “KwiNtaba yaseZiyon kulapho baya kuba khona abo basindileyo,+ yaye imele ibe yinto engcwele;+ yaye indlu kaYakobi imele izidle ilifa izinto enokuzithabatha.+
12 Ilizwe endalinika uAbraham noIsake, ndolinika wena, ndilinike imbewu yakho+ emva kwakho elo lizwe.”+
21 Ke bona abantu bakho, bonke baya kuba ngamalungisa;+ baya kulidla ilifa ilizwe ukusa kwixesha elingenammiselo,+ ihlumelo loko kutyalwe ndim,+ umsebenzi wezandla zam,+ ukuze mna ndihombe.+
8 Yaye nina, zintaba zakwaSirayeli, niya kuvelisa amasebe nize nithwalele abantu bam uSirayeli isiqhamo senu,+ kuba basondelela ukungena.+
17 “KwiNtaba yaseZiyon kulapho baya kuba khona abo basindileyo,+ yaye imele ibe yinto engcwele;+ yaye indlu kaYakobi imele izidle ilifa izinto enokuzithabatha.+