INdumiso 34:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Iingonyama ezintsha ezinesingci zinokuncinane yaye zilambile;+Kodwa abo bafuna uYehova, abayi kuswela nantoni na elungileyo.+ INdumiso 37:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ndakha ndangumfana, kungokunje ndimdala,+Kodwa andikaboni nabani na olilungisa eshiywe ngokupheleleyo,+Nenzala yakhe ifuna isonka.+ Malaki 3:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngokuqinisekileyo nina niya kuwubona kwakhona umahluko phakathi kwelungisa nongendawo,+ phakathi kwalowo ukhonza uThixo nalowo ungamkhonzanga.”+ Luka 16:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Kodwa uAbraham wathi, ‘Mntwana wam, khumbula ukuba wazamkela ngokupheleleyo izinto zakho ezilungileyo ngexesha lokudla kwakho ubomi, noLazaro ngokukwanjalo izinto ezimbi. Noko ke, ngoku ufumana intuthuzelo apha kodwa wena uyabandezeleka.+
10 Iingonyama ezintsha ezinesingci zinokuncinane yaye zilambile;+Kodwa abo bafuna uYehova, abayi kuswela nantoni na elungileyo.+
25 Ndakha ndangumfana, kungokunje ndimdala,+Kodwa andikaboni nabani na olilungisa eshiywe ngokupheleleyo,+Nenzala yakhe ifuna isonka.+
18 Ngokuqinisekileyo nina niya kuwubona kwakhona umahluko phakathi kwelungisa nongendawo,+ phakathi kwalowo ukhonza uThixo nalowo ungamkhonzanga.”+
25 Kodwa uAbraham wathi, ‘Mntwana wam, khumbula ukuba wazamkela ngokupheleleyo izinto zakho ezilungileyo ngexesha lokudla kwakho ubomi, noLazaro ngokukwanjalo izinto ezimbi. Noko ke, ngoku ufumana intuthuzelo apha kodwa wena uyabandezeleka.+