Mateyu 8:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 kodwa bona oonyana bobukumkani+ baya kuphoselwa phandle ebumnyameni. Apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo abo.”+ Mateyu 24:51 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 51 kwaye iya kulohlwaya ngokona kuqatha+ kakhulu ize ilabele nabahanahanisi. Apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo alo.+ Luka 13:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo enu,+ xa nibona uAbraham noIsake noYakobi nabo bonke abaprofeti ebukumkanini bukaThixo,+ kodwa nina niphoselwe ngaphandle.
12 kodwa bona oonyana bobukumkani+ baya kuphoselwa phandle ebumnyameni. Apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo abo.”+
51 kwaye iya kulohlwaya ngokona kuqatha+ kakhulu ize ilabele nabahanahanisi. Apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo alo.+
28 Apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo enu,+ xa nibona uAbraham noIsake noYakobi nabo bonke abaprofeti ebukumkanini bukaThixo,+ kodwa nina niphoselwe ngaphandle.