Isaya 65:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Khangelani! Abakhonzi bam baya kumemelela ngovuyo ngenxa yemeko elungileyo yentliziyo,+ kodwa nina niya kukhala ngenxa yentliziyo ebuhlungu yaye niya kubhomboloza ngenxa yokuwa umoya.+ Mateyu 8:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 kodwa bona oonyana bobukumkani+ baya kuphoselwa phandle ebumnyameni. Apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo abo.”+ Mateyu 13:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 zibaphose ezikweni lomlilo.+ Kulapho ke baya kulila batshixize khona amazinyo abo.+
14 Khangelani! Abakhonzi bam baya kumemelela ngovuyo ngenxa yemeko elungileyo yentliziyo,+ kodwa nina niya kukhala ngenxa yentliziyo ebuhlungu yaye niya kubhomboloza ngenxa yokuwa umoya.+
12 kodwa bona oonyana bobukumkani+ baya kuphoselwa phandle ebumnyameni. Apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo abo.”+