Isaya 66:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kuba njengomlilo uYehova enyanisweni uya kwenza imbambano, ewe, ngekrele lakhe,+ nxamnye nenyama yonke; yaye ngokuqinisekileyo ababuleweyo nguYehova baya kuba baninzi.+ Mateyu 25:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 “Uya kwandula ke athi kwabo bangasekhohlo kwakhe, ‘Mkani kum,+ nina niqalekisiweyo, niye emlilweni ongunaphakade+ owalungiselelwa uMtyholi neengelosi zakhe.+
16 Kuba njengomlilo uYehova enyanisweni uya kwenza imbambano, ewe, ngekrele lakhe,+ nxamnye nenyama yonke; yaye ngokuqinisekileyo ababuleweyo nguYehova baya kuba baninzi.+
41 “Uya kwandula ke athi kwabo bangasekhohlo kwakhe, ‘Mkani kum,+ nina niqalekisiweyo, niye emlilweni ongunaphakade+ owalungiselelwa uMtyholi neengelosi zakhe.+