INtshumayeli 8:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Nangona umoni esenza okubi+ izihlandlo ezilikhulu aze aqhubeke ixesha elide kangangoko ethanda, ndiyaqonda ukuba kuya kulunga kwabamoyikayo uTHIXO oyinyaniso,+ ngenxa yokuba babesoyika yena.+ Isaya 3:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yeha ke kulowo ungendawo!—Uya kufikelwa yintlekele; kuba indlela aphethe ngayo uya kuphathwa kwangayo!+
12 Nangona umoni esenza okubi+ izihlandlo ezilikhulu aze aqhubeke ixesha elide kangangoko ethanda, ndiyaqonda ukuba kuya kulunga kwabamoyikayo uTHIXO oyinyaniso,+ ngenxa yokuba babesoyika yena.+
11 Yeha ke kulowo ungendawo!—Uya kufikelwa yintlekele; kuba indlela aphethe ngayo uya kuphathwa kwangayo!+