Isaya 58:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ubuya kubiza yaye uYehova ebeya kuphendula; ubuya kukhalela uncedo,+ aze yena athi, ‘Ndilapha!’ “Ukuba uya kuyishenxisa phakathi kwakho idyokhwe,+ ukwalatha ngomnwe+ nokuthetha okwenzakalisayo;+ Luka 12:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 kuba zonke ezi zizinto iintlanga zehlabathi ezizisukela ngentumekelelo, kodwa uYihlo uyazi ukuba niziswele ezi zinto.+ Roma 8:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ngokukwanjalo nawo umoya+ uyasinceda kubuthathaka bethu;+ kuba ingxaki esifanele siyithandazele njengoko kuyimfuneko asiyazi,+ kodwa umoya+ ngokwawo uyasibongozela ngokugcuma okungathethekiyo.
9 Ubuya kubiza yaye uYehova ebeya kuphendula; ubuya kukhalela uncedo,+ aze yena athi, ‘Ndilapha!’ “Ukuba uya kuyishenxisa phakathi kwakho idyokhwe,+ ukwalatha ngomnwe+ nokuthetha okwenzakalisayo;+
30 kuba zonke ezi zizinto iintlanga zehlabathi ezizisukela ngentumekelelo, kodwa uYihlo uyazi ukuba niziswele ezi zinto.+
26 Ngokukwanjalo nawo umoya+ uyasinceda kubuthathaka bethu;+ kuba ingxaki esifanele siyithandazele njengoko kuyimfuneko asiyazi,+ kodwa umoya+ ngokwawo uyasibongozela ngokugcuma okungathethekiyo.