Isaya 35:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Akuyi kubakho ngonyama apho, nohlobo olunogonyamelo lwamarhamncwa aluyi kuza kuwo.+ Akuyi kufunyanwa nalinye apho;+ yaye abahlawulelweyo bamele bahambe apho.+
9 Akuyi kubakho ngonyama apho, nohlobo olunogonyamelo lwamarhamncwa aluyi kuza kuwo.+ Akuyi kufunyanwa nalinye apho;+ yaye abahlawulelweyo bamele bahambe apho.+