IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 107:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  2 Mabatsho njalo abo bahlangulweyo nguYehova,+

      Abo abahlanguleyo esandleni sotshaba,+

  • Isaya 62:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Ngokuqinisekileyo abantu baya kubabiza ngokuba ngabantu abangcwele,+ abo bahlawulelweyo nguYehova;+ yaye wena uya kubizwa ngokuba ungoFuniweyo, isiXeko Esingashiywanga Ngokupheleleyo.+

  • Galati 3:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ngokusithenga uKristu+ wasikhulula+ kwisiqalekiso soMthetho ngokuthi abe sisiqalekiso+ esikhundleni sethu, ngenxa yokuba kubhaliwe kwathiwa: “Uqalekisiwe wonke umntu oxhonywa esibondeni.”+

  • Tito 2:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 owazinikela+ ngenxa yethu ukuze asihlangule+ kulo lonke uhlobo lokuchasa umthetho aze azihlambululele+ isizwana esisesakhe ngokukhethekileyo,+ esizondelela imisebenzi emihle.+

  • 1 Petros 1:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kuba niyazi ukuba anihlangulwanga+ ngezinto ezinokonakala,+ njengesilivere okanye igolide, kwihambo yenu engenasiqhamo enayifumana ngokwesithethe kookhokho benu.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share