Genesis 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Waza uYehova uThixo wathi kwinyoka:+ “Ngenxa yokuba uyenzile le nto, uqalekisiwe wena ngaphezu kwazo zonke izilwanyana zasekhaya nangaphezu kwawo onke amarhamncwa asendle. Uya kuhamba ngesisu uze udle uthuli yonke imihla yobomi bakho.+ Roma 16:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 UThixo onika uxolo+ uya kumtyumza uSathana+ kamsinya phantsi kweenyawo zenu. Ngamana ububele obungasifanelanga beNkosi yethu uYesu bungaba nani.+
14 Waza uYehova uThixo wathi kwinyoka:+ “Ngenxa yokuba uyenzile le nto, uqalekisiwe wena ngaphezu kwazo zonke izilwanyana zasekhaya nangaphezu kwawo onke amarhamncwa asendle. Uya kuhamba ngesisu uze udle uthuli yonke imihla yobomi bakho.+
20 UThixo onika uxolo+ uya kumtyumza uSathana+ kamsinya phantsi kweenyawo zenu. Ngamana ububele obungasifanelanga beNkosi yethu uYesu bungaba nani.+