Ezra 9:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Bazihlanganisa beza kum, wonk’ ubani engcangcazela+ ngenxa yamazwi kaTHIXO kaSirayeli nxamnye nokungathembeki kwabantu abathinjiweyo, ngoxa ndandihleli ndiqhiphuke umbilini de kwangumnikelo wokudla okuziinkozo wangokuhlwa.+ INdumiso 119:161 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 161 Iinkosana zinditshutshisile ngaphandle kwesizathu,+Kodwa intliziyo yam inkwantyiswa ngamazwi akho.+ IZenzo 16:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngoko wacela ukuba kuziwe nesibane waza waxhumela ngaphakathi yaye, engcangcazela, wawa phantsi+ phambi kukaPawulos noSilas.
4 Bazihlanganisa beza kum, wonk’ ubani engcangcazela+ ngenxa yamazwi kaTHIXO kaSirayeli nxamnye nokungathembeki kwabantu abathinjiweyo, ngoxa ndandihleli ndiqhiphuke umbilini de kwangumnikelo wokudla okuziinkozo wangokuhlwa.+
161 Iinkosana zinditshutshisile ngaphandle kwesizathu,+Kodwa intliziyo yam inkwantyiswa ngamazwi akho.+
29 Ngoko wacela ukuba kuziwe nesibane waza waxhumela ngaphakathi yaye, engcangcazela, wawa phantsi+ phambi kukaPawulos noSilas.