INdumiso 94:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba uYehova akayi kubashiya abantu bakhe,+Engayi kulishiya nelifa lakhe.+ Yeremiya 31:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 “‘Ukuba le mimiselo ingashenxiswa phambi kwam,’+ utsho uYehova, ‘ngokunjalo nabo bayimbewu kaSirayeli bangayeka ukusoloko beluhlanga phambi kwam.’”+
36 “‘Ukuba le mimiselo ingashenxiswa phambi kwam,’+ utsho uYehova, ‘ngokunjalo nabo bayimbewu kaSirayeli bangayeka ukusoloko beluhlanga phambi kwam.’”+