INdumiso 148:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yaye uzigcina zimile ngonaphakade, ukusa kwixesha elingenammiselo.+Unikele ummiselo, kwaye awuyi kudlula.+ Isaya 54:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba iintaba zingashenxiswa, neenduli zingashukuma,+ kodwa ububele bam bothando abuyi kushenxiswa kuwe,+ nomnqophiso wam woxolo awuyi kushukuma,”+ utsho uYehova, Lowo unenceba kuwe.+ Yeremiya 33:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Ukuba ninokuwaphula umnqophiso wam wemini nomnqophiso wam wobusuku, ukuze imini nobusuku zingabikho ngexesha lazo,+
6 Yaye uzigcina zimile ngonaphakade, ukusa kwixesha elingenammiselo.+Unikele ummiselo, kwaye awuyi kudlula.+
10 Kuba iintaba zingashenxiswa, neenduli zingashukuma,+ kodwa ububele bam bothando abuyi kushenxiswa kuwe,+ nomnqophiso wam woxolo awuyi kushukuma,”+ utsho uYehova, Lowo unenceba kuwe.+
20 “Utsho uYehova ukuthi, ‘Ukuba ninokuwaphula umnqophiso wam wemini nomnqophiso wam wobusuku, ukuze imini nobusuku zingabikho ngexesha lazo,+