2 Kumkani 16:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kungelo xesha awathi uRetsin+ ukumkani waseSiriya noPeka+ unyana kaRemaliya ukumkani wakwaSirayeli beza kulwa neYerusalem baza bamngqinga uAhazi, kodwa abazange bakwazi ukulwa.+ Isaya 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwanikelwa ingxelo endlwini kaDavide, kusithiwa: “ISiriya yayame ngoEfrayim.”+ Yaza intliziyo yakhe nentliziyo yabantu bakhe yaqalisa ukugubha, njengokushukunyiswa kwemithi yehlathi ngumoya.+
5 Kungelo xesha awathi uRetsin+ ukumkani waseSiriya noPeka+ unyana kaRemaliya ukumkani wakwaSirayeli beza kulwa neYerusalem baza bamngqinga uAhazi, kodwa abazange bakwazi ukulwa.+
2 Kwanikelwa ingxelo endlwini kaDavide, kusithiwa: “ISiriya yayame ngoEfrayim.”+ Yaza intliziyo yakhe nentliziyo yabantu bakhe yaqalisa ukugubha, njengokushukunyiswa kwemithi yehlathi ngumoya.+