Levitikus 4:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Kwaye umele ayiqabe inxalenye yegazi ezimpondweni zesibingelelo+ esiphambi koYehova, esisententeni yokuhlangana; aze lonke elinye igazi aligalele esisekweni sesibingelelo somnikelo otshiswayo,+ esisemnyango wentente yokuhlangana. Levitikus 17:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba umphefumlo wenyama usegazini,+ yaye mna ndaninika lona esibingelelweni ukuze kucanyagushelwe+ imiphefumlo yenu, kuba igazi eli+ licamagusha+ ngomphefumlo okulo.
18 Kwaye umele ayiqabe inxalenye yegazi ezimpondweni zesibingelelo+ esiphambi koYehova, esisententeni yokuhlangana; aze lonke elinye igazi aligalele esisekweni sesibingelelo somnikelo otshiswayo,+ esisemnyango wentente yokuhlangana.
11 Kuba umphefumlo wenyama usegazini,+ yaye mna ndaninika lona esibingelelweni ukuze kucanyagushelwe+ imiphefumlo yenu, kuba igazi eli+ licamagusha+ ngomphefumlo okulo.