2 Kronike 15:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Yaye ngaloo maxesha kwakungekho luxolo kophumayo nakongenayo,+ ngenxa yokuba kwakukho izidubedube ezininzi phakathi kwabo bonke abemi bamazwe.+ Yeremiya 23:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Ngoko ke indlela yabo iya kuba njengeendawo ezimtyibilizi+ esithokothokweni, ezo baya kutyhalelwa kuzo baze ngokuqinisekileyo bawe.”+ “Kuba ndiya kubazisela intlekele, unyaka wokunikelwa kwabo ingqalelo,”+ utsho uYehova. Yoweli 2:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ilanga liya kujikwa libe bubumnyama,+ nenyanga ibe ligazi,+ ngaphambi kokufika kwemini kaYehova enkulu nebangela uloyiko.+
5 Yaye ngaloo maxesha kwakungekho luxolo kophumayo nakongenayo,+ ngenxa yokuba kwakukho izidubedube ezininzi phakathi kwabo bonke abemi bamazwe.+
12 “Ngoko ke indlela yabo iya kuba njengeendawo ezimtyibilizi+ esithokothokweni, ezo baya kutyhalelwa kuzo baze ngokuqinisekileyo bawe.”+ “Kuba ndiya kubazisela intlekele, unyaka wokunikelwa kwabo ingqalelo,”+ utsho uYehova.
31 Ilanga liya kujikwa libe bubumnyama,+ nenyanga ibe ligazi,+ ngaphambi kokufika kwemini kaYehova enkulu nebangela uloyiko.+