16 Mzukiseni uYehova uThixo wenu,+ ngaphambi kokuba abangele ubumnyama+ naphambi kokuba iinyawo zenu zibetheke olunye kolunye ezintabeni ngongcwalazi.+ Ngokuqinisekileyo ke niya kuba nethemba lokukhanya,+ yaye okunene uya kwenza ithunzi elimnyama;+ uya kulijika libe sisithokothoko.+