Isaya 29:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 abo bangenisa umntu esonweni ngelizwi lakhe,+ nabo bathiyela kwanalowo wohlwayayo esangweni,+ nabo basunduza ilungisa ngeengxoxo ezilambathayo.+ IZililo 3:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Ngokumenza abe gwenxa umntu etyaleni lakhe, uYehova akakuvumelanga oko.+ Amosi 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Balangazelela uthuli lomhlaba kwintloko yabantu abasweleyo;+ nendlela yabantu abalulamileyo bayayijika;+ umntu noyise baye kwintombi enye,+ ngenjongo yokuhlambela igama lam elingcwele.+
21 abo bangenisa umntu esonweni ngelizwi lakhe,+ nabo bathiyela kwanalowo wohlwayayo esangweni,+ nabo basunduza ilungisa ngeengxoxo ezilambathayo.+
7 Balangazelela uthuli lomhlaba kwintloko yabantu abasweleyo;+ nendlela yabantu abalulamileyo bayayijika;+ umntu noyise baye kwintombi enye,+ ngenjongo yokuhlambela igama lam elingcwele.+