Isaya 10:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ukuze bashenxise izisweli etyaleni nokuze bahluthe okusesikweni kwabaxhwalekileyo babantu bam,+ ukuba abahlolokazi babe lixhoba labo, nokuze babe nokuphanga kwanamakhwenkwe angenayise!+ Amosi 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kuba ndiyakwazi ukuba kuninzi kwako ukuvukela kwenu+ nokuba zininzi kwezono zenu,+ nina babonakalisa ubutshaba kwilungisa,+ nina bathabatha imali yokuval’ umlomo,+ nabajikisa amahlwempu+ esangweni.+
2 ukuze bashenxise izisweli etyaleni nokuze bahluthe okusesikweni kwabaxhwalekileyo babantu bam,+ ukuba abahlolokazi babe lixhoba labo, nokuze babe nokuphanga kwanamakhwenkwe angenayise!+
12 Kuba ndiyakwazi ukuba kuninzi kwako ukuvukela kwenu+ nokuba zininzi kwezono zenu,+ nina babonakalisa ubutshaba kwilungisa,+ nina bathabatha imali yokuval’ umlomo,+ nabajikisa amahlwempu+ esangweni.+