Hoseya 5:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Yaye uEfrayim wasibona isifo sakhe, noYuda isilonda sakhe.+ Yaye uEfrayim waya kuAsiriya+ waza wathumela kukumkani omkhulu.+ Kodwa yena akakwazanga ukuniphilisa,+ yaye akabanga nako ukusinyanga isilonda senu.+
13 “Yaye uEfrayim wasibona isifo sakhe, noYuda isilonda sakhe.+ Yaye uEfrayim waya kuAsiriya+ waza wathumela kukumkani omkhulu.+ Kodwa yena akakwazanga ukuniphilisa,+ yaye akabanga nako ukusinyanga isilonda senu.+