Eksodus 31:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 “Thetha ke wena koonyana bakaSirayeli, uthi, ‘Gcinani ngokukodwa iisabatha zam,+ kuba ingumqondiso phakathi kwam nani kwizizukulwana zenu ukuze nazi ukuba ndinguYehova oningcwalisayo.+
13 “Thetha ke wena koonyana bakaSirayeli, uthi, ‘Gcinani ngokukodwa iisabatha zam,+ kuba ingumqondiso phakathi kwam nani kwizizukulwana zenu ukuze nazi ukuba ndinguYehova oningcwalisayo.+