Hezekile 20:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ndabanika neesabatha zam,+ ukuba zibe ngumqondiso phakathi kwam nabo,+ ukuze bazi ukuba ndinguYehova obangcwalisayo. Yohane 17:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Bangcwalise+ ngayo inyaniso; ilizwi lakho+ liyinyaniso.+ 1 Tesalonika 5:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Wanga ke uThixo woxolo+ anganingcwalisa ngokupheleleyo.+ Wanga angawugcina uphilile umoya nomphefumlo nomzimba wenu bazalwana kuzo zonke iinkalo ukuze nibe ngabangenakusoleka ebudeni bobukho beNkosi yethu uYesu Kristu.+
12 Ndabanika neesabatha zam,+ ukuba zibe ngumqondiso phakathi kwam nabo,+ ukuze bazi ukuba ndinguYehova obangcwalisayo.
23 Wanga ke uThixo woxolo+ anganingcwalisa ngokupheleleyo.+ Wanga angawugcina uphilile umoya nomphefumlo nomzimba wenu bazalwana kuzo zonke iinkalo ukuze nibe ngabangenakusoleka ebudeni bobukho beNkosi yethu uYesu Kristu.+