2 Kumkani 18:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ngako oko uRabheshake+ wathi kubo: “Khanincede nithi kuHezekiya, ‘Utsho ukumkani omkhulu,+ ukumkani waseAsiriya ukuthi: “Uthembele ngantoni na?+ 2 Kumkani 18:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Ngabaphi na phakathi kwabo thixo bala mazwe abaye balihlangula ilizwe labo esandleni sam,+ kangangokude uYehova ayihlangule iYerusalem esandleni sam?”’”+ INdumiso 18:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ngenxa yokuba wena uya kubasindisa abantu abaxhwalekileyo;+Kodwa amehlo anekratshi uya kuwathoba.+
19 Ngako oko uRabheshake+ wathi kubo: “Khanincede nithi kuHezekiya, ‘Utsho ukumkani omkhulu,+ ukumkani waseAsiriya ukuthi: “Uthembele ngantoni na?+
35 Ngabaphi na phakathi kwabo thixo bala mazwe abaye balihlangula ilizwe labo esandleni sam,+ kangangokude uYehova ayihlangule iYerusalem esandleni sam?”’”+
27 Ngenxa yokuba wena uya kubasindisa abantu abaxhwalekileyo;+Kodwa amehlo anekratshi uya kuwathoba.+